Qongqthwane [The Click Song] [English translation]
Songs
2026-01-09 01:20:43
Qongqthwane [The Click Song] [English translation]
Igqirha lendlela,
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, kuthiwa
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, huyya,
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, kuthiwa
Nguqonqothwane.
Sel' eqabel' egqith' apha, ga’aya,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, awu,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, ga’aya,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, mm,
Nguqonqothwane.
- Artist:Miriam Makeba