Qongqthwane [The Click Song] lyrics
Songs
2026-01-14 09:16:17
Qongqthwane [The Click Song] lyrics
Igqirha lendlela,
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, kuthiwa
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, huyya,
Nguqongqothwane,
Igqirha lendlela, kuthiwa
Nguqonqothwane.
Sel' eqabel' egqith' apha, ga’aya,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, awu,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, ga’aya,
Nguqonqothwane,
Sel' eqabel' egqith' apha, mm,
Nguqonqothwane.
- Artist:Miriam Makeba